Omschrijving

Ingaba abantu ababini abaza kutshata bayazi na ukuba kufuneka imvisiswano yabo iyinto ehamba njani nesekwe phezu kwamigaqo mini na? Khona, ingaba isekho nje into esisisulu? USipho yena uthi uza kulandela igama lakhe kwaye imnandi kunene ke le nto kuba isibonisa into yokuba abantwana abazizidalwa bangazizipho ezikhulu, izipho abazali abazinikwe nguMdali. Ingaba siyazi na ukuba abantwana anaziinkedama bona bacinga njani na ngabazali babo abangasekhoyo? Mandingafinci, mfundi, ngena ngaphakathi kule ncwadi nawe uzirhabulele kula mabalana abhalelwe ukuphuhlisa ezi ngongoma nokunye yaye evula ingqondo. Rhabula, mhlawumbi ungaqubisana nalo nokuba linye elinga libaliselwa wena lo okanye libaliswa nguwe ngqo! USindiwe Magona ube engumsebenzi kwi Manyano yezizwe (United Nations) iminyaka engama-25.

Kenmerken

Artikelnummer9200000083050945
EAN9781415452455
CategorieDigital Reading
ProductgroepBoeken
SegmentTextual/Printed/Reference Materials
Prijs Nederland€ 2,22
Prijs België€ 2,22
Verzendkosten NLGratis
Verzendkosten BEGratis
Levertijd NederlandMorgen in huis
Levertijd BelgiëMorgen in huis
VerkoperPartner

Awam Ngqo! bestellen bij snelkeus

Koop Awam Ngqo! van Onbekend online in de categorie Digital Reading. Prijs € 2,22, levering in Nederland · Morgen in huis.